IMBONISELO—EFUNDWAYO Agasti 2025
Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngo-Oktobha 13–Novemba 9, 2025.
INQAKU ELIFUNDWAYO 32
UYehova Usinceda Njani Sinyamezele?
Liza kufundwa kwiveki kaOktobha 13-19, 2025.
INQAKU ELIFUNDWAYO 33
Qiniseka Ukuba UYehova Uyakuthanda
Liza kufundwa kwiveki kaOktobha 20-26, 2025.
INQAKU ELIFUNDWAYO 34
Qiniseka Ukuba UYehova Uyaxolela
Liza kufundwa kwiveki kaOktobha 27–Novemba 2, 2025.
INQAKU ELIFUNDWAYO 35
Sinokuyoyisa Njani Iminqweno Engafanelekanga?
Liza kufundwa kwiveki kaNovemba 3-9, 2025.
IBALI LOBOMI
Nangona Ndandineentloni, Ndaba Ngumthunywa Wevangeli
Yintoni eyanceda uMarianne Wertholz wayeka ukuba neentloni, waba ngumthunywa wevangeli othanda abantu?
Imibuzo Evela Kubafundi
Uza kuyekwa nini umsebenzi wokushumayela?
ICEBISO LEZINTO ONOKUZENZA XA UFUNDA
Iindlela Ezinokusinceda Ngazo Iimbekiselo
Cinga ngeendlela ezimbalwa onokuzisebenzisa ngazo iimbekiselo ukuze kukuncede ukufunda iBhayibhile.