UVUKANI! Septemba 2013 | Inyani NgeHalloween
Abantu abaninzi ababhiyozela iHalloween abayazi imvelaphi yayo. Funda isizathu sokuba kufuneka ulumke
Oko Kwenzeka Ehlabathini
Imixholo ekhoyo: umlinganiselo womkhenkce kwiArctic, ukubulawa kweendlovu eCongo kuba kufunwa amaphondo azo, ukufa kweekorale eziphilayo kwiGreat Barrier Reef, kunye nebacteria kubisi lwamabele.
IMBONO YEBHAYIBHILE
Ukulalana Ngaphambi Komtshato
Funda oko iBhayibhile ikutshoyo ngokulalana ngaphambi komtshato nezinye iindlela zokwabelana ngesondo.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Inyani NgeHalloween
Funda ngemvelaphi emdaka yeHalloween neminye imibhiyozo efana nayo.
UKUNCEDA INTSAPHO
Indlela Yokuxolela
Yintoni eyenza kube nzima ukuxolela? Funda indlela amacebiso eBhayibhile anokunceda ngayo.
UDLIWANO-NDLEBE
Ugqirha Wezintso Uchaza Isizathu Sokuba Abe Nokholo
Kwakutheni ukuze ugqirha owayekade esithi akukho thixo aqalise ukucinga ngoThixo nangenjongo yobomi? Yintoni eyamenza wanokholo kuThixo?
IIFOTO ZAKUDALA
UZheng He
Yayingubani uZheng He? Funda ngohambo lwakhe oludumileyo nangento oluyifundisayo ngeTshayina.
NGABA YADALWA?
Iintsiba Zikanombombiya Omkhulu
Yintoni efunyaniswe ziingcali zobomi baselwandle ngeentsiba zale ntaka?
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ndenze Ntoni Xa Umntu Esenza Izimbo Zokufuna Ukulala Nam?
Funda ukuba kuthetha ukuthini ukwenzelwa izimbo ezibonisa ukuba umntu ufuna ukulala nawe, noko unokukwenza xa ukule ngxaki.
Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokubhalelana Ngefowuni?
Iisms zinokubonakalisa ubuhlobo onabo nabantu kunye nendlela abanye abakujonga ngayo.
Kuthekani Ukuba Ndiyagula?—Inxalenye 1
Abaselula abane bachaza izinto ezibancedayo ukuze bahlangabezane nezigulo zabo baze bahlale benethemba.
Indlela Yokoyisa Umntu Okuntlontayo Ungakhange Umbethe
Funda ukuba kutheni kukho abantu abantlonta abanye nendlela yokuyilwa ngokuphumelelayo le ngxaki.
UYosefu KwiLizwe LaseYiputa
Unokumvuyisa njani uThixo kwanaxa kungekho mntu ukubonayo? Funda eli bali leBhayibhile uze ufunde kumzekelo kaYosefu.