Ucinga ukuba amacebiso kaYesu asasebenza?

Ucinga Ukuba Amacebiso KaYesu Asasebenza?

IsiXhosa
Ucinga Ukuba Amacebiso KaYesu Asasebenza?
https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1102024309/univ/art/1102024309_univ_sqr_xl.jpg
T-jss iphe. 1-2

Ucinga ukuba amacebiso kaYesu asasebenza?

Ucinga ukuba amacebiso kaYesu asasebenza?

“Baphatheni abanye abantu ngendlela nani enifuna ukuphathwa ngayo.”​Mateyu 7:12.

UYesu wafundisa nokuba

  • Singalithoba ixhala lethu ngokuhoya kakhulu into ekufuneka siyenze namhlanje singazixhalabisi ngento enokwenzeka ngomso.​Mateyu 6:34.

  • Kufuneka sibaxolele abanye abantu.​Mateyu 6:​14, 15.

Bukela Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu ku-jw.org/xh.