Ucinga ukuba amacebiso kaYesu asasebenza?
“Baphatheni abanye abantu ngendlela nani enifuna ukuphathwa ngayo.”—Mateyu 7:12.
UYesu wafundisa nokuba
-
Singalithoba ixhala lethu ngokuhoya kakhulu into ekufuneka siyenze namhlanje singazixhalabisi ngento enokwenzeka ngomso.—Mateyu 6:34.
-
Kufuneka sibaxolele abanye abantu.—Mateyu 6:14, 15.
Bukela Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu ku-jw.org/xh.

