Bangaphinda baphile abantu obathandayo abaswelekileyo?
“Kuza ixesha apho bonke abasemangcwabeni beza kuliva ilizwi lakhe baze bavuke.”—Yohane 5:28, 29.
IBhayibhile isiqinisekisa ukuba
-
UThixo uza kubavusa abantu bethu abaswelekileyo.—IZenzo 24:15.
-
Ukufuna nyhani ukubabuyisela ebomini.—Yobhi 14:13-15.
Ukuze ufunde nezinye izinto, ngena kwiwebhusayithi ethi jw.org/xh.

