Julayi 13-19

EKSODUS 8-9

Julayi 13-19
  • Ingoma 12 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UFaro Onekratshi Wayengazi Ukuba Uphumeza Intando KaThixo”: (imiz. 10)

    • Eks 8:15​—UFaro waqinisa intliziyo yakhe waza akavuma ukumamela uMoses noAron (it-2-E 1040-1041)

    • Eks 8:18, 19​—UFaro zange ancame nangona ababingeleli abenza imilingo bavumayo ukuba abanamandla

    • Eks 9:15-17​—UYehova wenza igama lakhe laziwa ngokungamtshabalalisi ngokukhawuleza uFaro (it-2-E 1181 ¶3-5)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Eks 8:21—Ziintoni izibawu? (it-1-E 878)

    • Eks 8:25-27​—Kwakutheni ukuze uMoses athi imibingelelo yamaSirayeli yayiza kuba “yinto ayenyanyayo amaYiputa”? (w04 3/15 25 ¶9)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Eks 8:1-19 (th isifundo 12)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU