Ngena Ekuphumleni KukaThixo!
Kusasa
-
9:40 Umculo
-
9:50 Ingoma 87 Nomthandazo
-
10:00 Sinokungena Njani Ekuphumleni KukaThixo?
-
10:15 Kutshiwo Njani Ukuba “ILizwi LikaThixo Liphilile”?
-
10:30 Qhubeka Ujonge KuYehova Ukuba Akukhokele
-
10:55 Ingoma 89 Nezaziso
-
11:05 UYehova Uyabasikelela Abantu Abathobelayo
-
11:35 Intetho Yobhaptizo
-
12:05 Ingoma 32
Emva Kwemini
-
1:20 Umculo
-
1:30 Ingoma 49
-
1:35 Amava
-
1:45 Ushwankathelo LweMboniselo
-
2:15 Ungcelele: Bavuyisa Intliziyo KaYehova!
-
• Abantu Abasebatsha
-
• Oodade
-
• Abantu Abadala
-
-
3:00 Ingoma 38 Nezaziso
-
3:10 Vuyiswa Ngumsebenzi Owenzela UYehova
-
3:55 Ingoma 118 Nomthandazo

