UCWANGCISO LWENDIBANO YESIPHALUKA KUNYE NOMVELELI WESIPHALUKA LUKA-2022-2023

Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo

IsiXhosa
Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
/assets/ct/b4d7e1101e/images/syn_placeholder_sqr.png
CA-copgm23 iphe. 4

Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo

Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
  1. 1. Sinokubonisa njani ukuba siyayixabisa indawo yethu entsatsheni kaYehova? (Efe. 4:3)

  2. 2. Singabenza njani abanye bazive bamkelekile, futhi kutheni kufuneka siyenze loo nto? (Roma 15:7)

  3. 3. Singenza njani ukuze sincede abantu abaninzi kangangoko babe kwintsapho kaYehova? (Efe. 2:17; 6:15)

  4. 4. Singenza njani ukuze kubekho uxolo? (Efe. 4:29; 5:1, 2; 6:13)

  5. 5. Singenza njani ukuze siyithande kakhulu intsapho yethu engabazalwana noodade? (Efe. 1:15, 16)

© 2022 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania

CA-copgm23-XO