UCWANGCISO LWENDIBABO YESIPHALUKA KA-2021-2022 KUNYE NOMMELI WESEBE

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

IsiXhosa
Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
/assets/ct/fa815d8e9f/images/syn_placeholder_sqr.png
CA-brpgm22 iphe. 4

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
  1. 1.Kutheni kufuneka siluqinise ngoku ukholo lwethu? (Heb. 10:39)

  2. 2. Sinokwenza njani ukuze ‘simbone’ uYehova kodwa akabonakali? (Heb. 11:27)

  3. 3. Kutheni kubalulekile ukufunda iziprofeto zeBhayibhile? (Roma 10:17)

  4. 4. Umoya oyingcwele ungasinceda njani sibe nokholo? (Luka 11:13; Gal. 5:22)

  5. 5. Singabanceda njani abanye baqinise ukholo lwabo? (1 Tes. 2:7, 8)

  6. 6. Kutheni kufuneka ‘sijonge ngqo kuMmeli Oyintloko noMphelelisi wokholo lwethu’? (Heb. 12:2, 3)