Unako Ukuba Ngumhlobo KaThixo!
Kule ncwadana uza kufunda indlela onokuba nguye ngayo.
ISIFUNDO 1
UThixo Ukumema Ukuba Ube Ngumhlobo Wakhe
Emhlabeni wonke kukho abantu baye baba ngabahlobo bakaThixo. Nawe unokuba nguye.
ISIFUNDO 4
Indlela Onokufunda Ngayo NgoThixo
Wenze sazazi izinto azenze kwixesha elidlulileyo, izinto azenzayo ngoku naza kuzenza kwixesha elizayo.
ISIFUNDO 5
Abahlobo BakaThixo Baya Kuhlala EParadesi
IParadesi ayisoze ifane neli hlabathi siphila kulo. Iza kuba njani iParadesi?
ISIFUNDO 7
Isilumkiso Sexesha Elidlulileyo
Ingxelo eseBhayibhileni ethetha ngoNowa isifundisa ntoni?
ISIFUNDO 8
Ngoobani Abaziintshaba ZikaThixo?
Unokuzazi ezi ntshaba ukuze ukuphephe ukulahlekiswa zizo.
ISIFUNDO 10
Indlela Yokufumana Unqulo Lokwenyaniso
Zininzi iindlela onokuluqonda ngazo unqulo lokwenyaniso.
ISIFUNDO 11
Luchase Unqulo Lobuxoki!
Unokulubona njani unqulo lobuxoki? Kutheni lungafaneleki kangaka?
ISIFUNDO 15
Abahlobo BakaThixo Benza Okulungileyo
Yiyiphi eminye imisebenzi emihle enokusenza sibe ngabahlobo bakhe?
ISIFUNDO 16
Bonakalisa Uthando Lwakho NgoThixo
Ukuze umhlobo angakulahli, umele uthethe naye, ummamele uze uthethe kakuhle ngaye kwabanye. Kuyafana ke naxa umhlobo wakho inguThixo.
ISIFUNDO 18
Yiba Ngumhlobo KaThixo Ngonaphakade!
Isipho esihle nesithandekayo uThixo aza kusinika abahlobo bakhe bubomi obungunaphakade.

