Ucwangciso Lwendibano Yengingqi Ka-2026 Ethi Unokonwaba Ngonaphakade

NgoLwesihlanu

Ucwangciso lwangoLwesihlanu luthathwe kuMateyu 5:3​—“Bonwabile abo baqondayo ukuba bayamdinga uThixo.”

NgoMgqibelo

Ucwangciso lwangoMgqibelo luthathwe kwiZenzo 20:​35​—“Kuvuyisa kakhulu ukupha kunokuphiwa.”

NgeCawa

Ucwangciso lwangeCawa luthathwe kuMateyu 13:16​—“Nina nonwabile kuba amehlo enu ayabona, neendlebe zenu ziyeva.”

Inkcazelo

Inkcazelo eluncedo ngendibano.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI

Yiya kwindibano ka-2026​​​—“Unokonwaba Ngonaphakade”

Siyakumema ukuba ube khona kwindibano yengingqi yeentsuku ezintathu yalo nyaka yamaNgqina kaYehova.

IINDIBANO

Uyamenywa KwiNdibano YamaNgqina KaYehova Ka-2026 Ethi “Unokonwaba Ngonaphakade”

Siyakumema ukuba uze kwiNdibano ka-2026 ethi “Unokonwaba Ngonaphakade,” uze ubone indlela ubuhlobo obusondeleyo noMdali obunokukunceda ngayo uhlale wonwabile.

IINDIBANO

Amagqabantshintshi Edrama Esekelwe EBhayibhileni: Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu: Ividiyo 4, 5, No-6

Yintoni eyenza abantu bamthanda uYesu, ibe kwenzeka ntoni xa izinto awayezifundisa zaziphikisana nezithethe zeenkonzo?