I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

OKTOBHA 28, 2016
YINTONI ENTSHA

Indawo Yokufaka Isicelo Sokukhenketha Iyafumaneka

Indawo Yokufaka Isicelo Sokukhenketha Iyafumaneka

Ngoku unako ukufaka isicelo sokukhenketha kwi-intanethi, ukuze utyelele izakhiwo zekomkhulu lehlabathi eWarwick, ePatterson eNew York, ibe unokukhenkethela nakwiofisi yesebe yaseMerika eWallkill, eNew York.

Yenza amalungiselelo okuza kubona izakhiwo zethu eziseMerika.