I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Yintoni Entsha Kwi-JW.ORG?

 

2017-01-16

IINCWADI NEENCWADANA EZINEMIFANEKISO

Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2017

2017-01-12

IIVIDIYO

Intshayelelo Yencwadana Ethi, Ngaba Izinto Eziphilayo Zadalwa?

Simele sazi indlela obaqala ngayo ubomi ukuze sazi ukuba kutheni silapha.

2017-01-10

IIVIDIYO

UPetr Muzny: Unjingalwazi Ngezomthetho Uthetha Ngokholo Lwakhe

Wazalelwa kwindawo ekwakulawula kuyo amaKomanisi. Yayibubuvuvu into yokucinga ukuba kukho uMdali. Qaphela ukuba yintoni eyamenza watshintsha indlela awayecinga ngayo.

2017-01-10

IIVIDIYO

UIrène Hof Laurenceau: UGqirha Wamathambo Ubalisa Ngokholo Lwakhe

Ukusebenza kwakhe ngemilenze efakelwayo kwamenza wazibuza imibuzo ngokukholelwa ukuba izinto zazivelela.

2017-01-09

AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO

Ukucacisa Iinkolelo Zakho Ngobufanasini

Kunzima ukucacisa iinkolelo zakho ngalo mbandela untununtunu. Eli phepha unokubhala kulo liza kukunceda ube neendlela ezifanelekileyo nezichuliweyo zokuthetha ngobufanasini.

2017-01-05

IMIBUZO YEBHAYIBHILE IYAPHENDULWA

Ngoobani Abaya Ezulwini?

Yinto exhaphakakileyo ubuxoki bokuba bonke abantu abalungileyo baya ezulwini. Yintoni ngokwenene efundiswa yiBhayibhile?

2017-01-03

ULUTSHA LUYABUZA

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngotywala?

Funda ngendlela onokukuphepha ngayo ukwaphula umthetho, ukungcolisa igama lakho, ukudlwengulwa, ukuba likhoboka nokufa.

2017-01-03

AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO

Ukuba Kuselwa Utywala Ndiza Kuthini?

Eli phepha unokubhala kulo liza kukunceda ulungiselele kwangaphambili ukuze unganyanzelwa ukuba usele utywala.

2017-01-03

YINTONI EFUNDISWA YIBHAYIBHILE?

Indlela Yokwenza Intsapho Yakho Yonwabe (Inxalenye 1)

Yintoni eyona nto inokwenza konwatywe emtshatweni? Phanda ngeenkolelo zakho, hlola iimfundiso zeBhayibhile, funda neendlela onokuchazela ngayo abanye iinkolelo zakho usebenzisa esi sikhokelo sokufunda.

2017-01-02

IIVIDIYO EZIKHOYO

“Sinethemba Loko Singakuboniyo”

USathana uzimisele ukusiyekisa ukukhonza uThixo nokusenza siphelelwe lithemba. Sinokwenza njani ukuze siqhubeke simkhonza uThixo kwaye singaphazamiseki?

2017-01-02

IIVIDIYO EZIKHOYO

‘Ngokuqinisekileyo UThixo Umenze INkosi NoKristu’

Ekuhambeni kwexesha kusenokubakho amathandabuzo ibe ukholo lunokuba ndyengendyenge. Yomeleza ukholo lwakho kuYesu, uMesiya othenjisiweyo noKumkani woBukumkani bukaThixo.

2017-01-02

IIVIDIYO EZIKHOYO

“Owu Yehova, . . . Ndikholose Ngawe”

Yintoni onokuyifunda kuHezekiya ngokuthembela ngokupheleleyo kuYehova uThixo?

2016-12-29

UMSEBENZI WOKUPAPASHA

Ukusasaza Uncwadi LweBhayibhile ECongo

Nyanga nganye, amaNgqina kaYehova athatha uhambo olude ukuze ase iiBhayibhile noncwadi olusekelwe eBhayibhileni kubantu baseDemocratic Republic of the Congo.