I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IJW LIBRARY

Ukunceda Iikhompyutha Neefowuni Ezisebenzisa IWindows 8

IJW Library iveliswe ngokusemthethweni ngamaNgqina kaYehova. Ineenguqulelo ezininzi zeBhayibhile, iincwadi neencwadana zokufunda iBhayibhile.

 

 

Izinto Ezintsha KuVersion 8.0

PHAWULA: Le version ifuna ukuba ube neWindows 10 okanye elandela emva kwayo.

  • Iphepha lokuqala libonisa iindawo othanda ukuya kuzo rhoqo

  • Indawo ethi, media yenzelwe ukukhangela iividiyo nezinto ezirekhodiweyo

  • Icandelo elithi, favorites lelokufaka uncwadi, iividiyo okanye izinto ezirekhodiweyo ozithandayo

  • Izinto ezirekhodiweyo zeBhayibhile nolunye uncwadi

 

Imibuzo Eqhele Ukubuzwa

Ngaba iJW Library iyasebenza kwifowuni yam?

Ngaba iJW Library inazo iimpapasho ngolwimi lwam?

Imibala eyahlukahlukeneyo eBhayibhileni ithetha ntoni kwindawo yokukhangela iincwadi zeBhayibhile?

Kutheni iJW Library ingasebenzi ngendlela efanayo kuzo zonke izixhobo ze-elektroniki?

Ndifanele ndithini xa ndinengxaki okanye ndifuna ukucebisa?