Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Kutheni IJW Library Ingasebenzi Ngendlela Efanayo Kuzo Zonke Izixhobo Ze-Elektroniki?

Kutheni IJW Library Ingasebenzi Ngendlela Efanayo Kuzo Zonke Izixhobo Ze-Elektroniki?

KwiJW Library izinto ezininzi zisebenza ngendlela efanayo kuzo zonke izixhobo ze-elektroniki. Kodwa ke, izinto ezikuyo nezinto ezihlaziywayo zisenokuvela ngamaxesha angafaniyo kwisixhobo ngasinye.