I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubungakanani Bezinto Ozidawunlowudayo

Ubungakanani Bezinto Ozidawunlowudayo

Ungakhetha enokuba ufuna ukuzikhuphelela iividiyo ezinkulu (ezikumgangatho ophezulu) okanye ezincinane (ezikumgangatho ongezantsi). Ukuba ifowuni okanye isixhobo osisebenzisayo sinekhadi lokugcina inkcazelo, ungazikhethela enokuba ufuna ukuzigcina kwelo khadi kusini na iividiyo ozikhuphelayo.