I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Kulula Ukudlala Ividiyo

Kulula Ukudlala Ividiyo

Sebenzisa ezi ndlela zilula zokuhambisa ividiyo:

  • Ukucofa ngeminwe emibini: Ukuyidlala okanye ukuyimisa ividiyo.

  • Ukuhambisa umnwe wakho uye ngasekhohlo: Ukudlulela phambili.

  • Ukuhambisa umnwe wakho uye ngasekunene: Ukubuyela umva.

  • Ukuhambisa umnwe wakho uye phezulu: Ukunyusa isantya sevidiyo. (Ayenzeki kwiAndroid.)

  • Ukuhambisa umnwe wakho uye ezantsi: Ukunciphisa isantya sevidiyo. (Ayenzeki kwiAndroid.)

  • Ukucofa ngomnwe omnye: Ukuveza okanye ukufihla amaqhosha okuyidlala ividiyo.