Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Sinokuzifumana Njani Izinto Ezirekhodiweyo Phantsi Kwendawo Ethi, Uncedo Lwegrama?

Sinokuzifumana Njani Izinto Ezirekhodiweyo Phantsi Kwendawo Ethi, Uncedo Lwegrama?

Izinto ezirekhodiweyo kwiGrama ungazimamela kwindawo omamela kuyo izinto ezirekhodiweyo kwifowuni yakho.Kusenokufuneka udawunlowude enye iapp yokumamela izinto ezirekhodiweyo ukuze uluve kakuhle ulwimi olufundayo. Isantya sezinto ezirekhodiweyo kwiGrama sisenokulungiswa kwiJW Language app.