Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ngaba Ndingakwazi Ukubukela IJW Broadcasting KwiTV?

Ngaba Ndingakwazi Ukubukela IJW Broadcasting KwiTV?
  • Ukuba unesixhobo sokudlala iRoku, unako ukudawunlowuda IJW Broadcasting kwi app yeRoku. Okanye usenokukwazi ukubukela izinto ezikwikhompyutha, kwitablet okanye kwifowuni yakho usebenzisa iHDMI, iDVI, iVGA, okanye iS-Video connection ukuze uzibukele kwiTV yakho. Funda iincwadi zekhompyutha, ifowuni nezeTV yakho ukuze ubone ukuba yiyiphi eyona ndlela unokuyisebenzisa.