I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ndingenza Ntoni Ukuba Umbuzo Wam Awuphendulwa Apha?

Ndingenza Ntoni Ukuba Umbuzo Wam Awuphendulwa Apha?

Umhlobo wakho onolwazi ngeRoku okanye i-JW Broadcasting unokukunceda. Ukuba umbuzo wakho unento yokwenza nesixhobo seRoku okanye iakhawunti, yiya kuncedo ngeRoku kwi-intanethi. Ukuba unengxaki neapp yeJW Broadcasting, nceda uzalise ifomu yokucela uncedo kwi-intanethi.