Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Kutheni Ndingayifumani IJW Broadcasting Kwijelo LeRoku?

Kutheni Ndingayifumani IJW Broadcasting Kwijelo LeRoku?

Mhlawumbi awubhali ngendlela echanileyo kwindawo yokukhangela. Jonga indawo ethi Installing JW Broadcasting. Enye into kungenzeka ukuba ayidlali kwisixhobo sakho se-elektroniki. I-JW Broadcasting idlala kwiRoku 1, kwiRoku 2, kwiRoku 3, neRoku edlala nakwezinye iiTV.