Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Xa Wehlelwe Yinto Ebuhlungu

Iintlungu

Oko Kuthethwa YiBhayibhile Ngeentlungu

Ngaba uThixo ukukhathalele ukulingwa nokuba sentlungwini kwethu?

Ndingamelana Njani Nentlungu?

Ulutsha lubalisa ngento eye yalunceda lwanyamezela.

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokuxhatshazwa Ngokwesondo?—Inxalenye 2: Ukuchacha

Funda ukuba bathini abantu abakha baxhatshazwa ngokwesondo nendlela abaye bachacha ngayo.

Ngaba UThixo Akabi Buhlungu Bububi Obusehlelayo?

Abanye abantu bayathandabuza ukuba uThixo ukho ngenxa yobubi ababubonayo. Funda indlela avakalelwa ngayo uThixo ngobubi obusehlelayo kwiLizwi lakhe.

Kutheni UThixo Evumela Ubungendawo Nokubandezeleka?

Baqala njani ubungendawo yaye kutheni uThixo ebuyeke baqhubeka bukho? Ngaba kuya kuze kuphele ukubandezeleka?

Kwakutheni Ukuze UThixo Avumele AmaYuda Abulawe Ngenkohlakalo?

Abantu abaninzi babuza isizathu sokuba uThixo oluthando avumele ukubandezeleka. IBhayibhile ineempendulo ezanelisayo!

Ukupheliswa Kweentlungu Kusemnyango!

UThixo uthembisa ukuziphelisa zonke izinto ezibangela iintlungu. Uza kukwenza njani yaye nini oku?

Xa Uswelekelwa Sisihlobo

Xa Isihlobo Sakho Sisweleka

Sinokwenza njani xa sisentlungwini? Ngaba likho ithemba ngezihlobo zethu ezingasekhoyo?

Xa Kusehla Iintlungu—Ukulahlekelwa Ngumntu Wakho Omthandayo

Kwafa abahlanu kumalungu entsapho kaRonaldo kwingozi yemoto kwiminyaka eyi-16 eyadlulayo. Nangona esenenxeba lokufekwa ,unoxolo lwagaphakathi.

Ndinokuhlangabezana Njani Nentlungu Endikuyo?

Ngaba ufanele uzifihle xa usentlungwini?

Xa Umzali Esweleka

Ukuswelekelwa ngumzali kubangela intlungu engathethekiyo. Yintoni enokunceda abantu abasebatsha bamelane neemvakalelo ababanazo?

Abantwana Abasentlungwini Yokuswelekelwa

IBhayibhile yabanceda njani abantu abasebatsha abathathu bakwazi ukumelana nokuswelekelwa lilungu lentsapho?

Xa Umntwana Wakho Ebuza Ngokufa

Amanyathelo amane anokukunceda uphendule imibuzo yabo, nendlela yokubanceda bamelane nentlungu yokufelwa.

Ithemba Ngabafi—Yintoni Enokukwenza Uqiniseke Ngalo?

IBhayibhile inezizathu ezibini ezivakalayo ezisenza siqiniseke ngovuko.

Liyintoni Ithemba Ngabafi?

Kwenzeka ntoni kuthi xa sisifa? Ngaba siya kuze sibabone kwakhona abantu bethu esibathandayo abaye bafa?

Iintlekele

Xa Kusehla Intlekele​—Ziintoni Onokuzenza Ukuze Usinde?

Ezi ndlela zinokukusindisa wena nabanye.

Isitshingitshane KwiiPhilippines—Ukholo Loyisa Ubunzima

Abasindayo kule ntlekele babalisa ngendlela iSitshingitshane uHaiyan esabathwaxa ngayo.