Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZIXHOBO ZOKUFUNDA IBHAYIBHILE

YINTONI NGOKWENENE EFUNDISWA YIBHAYIBHILE? (IZIKHOKELO ZOKUFUNDA)

Lumele Ngokuqinileyo Unqulo Lokwenyaniso (Inxalenye 1)

Esi sikhokelo sokufunda sisekelwe kwisahluko 16 sencwadi ethi, Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?

Ngaba uThixo uyafuna sisebenzise imifanekiso xa simnqula? Kuthekani ngokubhiyozela imihla yokuzalwa neeholide zonqulo? Khawucinge ngemigaqo yeBhayibhile.

Okungakumbi

Ubhaptizo Nolwalamano Lwakho NoThixo (Inxalenye 3)

Yintoni elindelekileyo kumKristu ozahlulele kuThixo? Kutheni amaKristu amthanda ngokunyanisekileyo uThixo eqinisekile ukuba anokuphila ngemithetho yakhe?

Ubhaptizo Nolwalamano Lwakho NoThixo (Inxalenye 2)

Ngaphambi kokuba umKristu azinikele kuThixo zintoni ekufuneka azenze? Ukuzinikela komKristu kuThixo kwenza enze eziphi izigqibo emva kokuba ezinikele?

Ubhaptizo Nolwalamano Lwakho NoThixo (Inxalenye 1)

Kutheni amaKristu kufuneka ebhaptiziwe? Yintoni efanele ikhuthaze amaKristu ukuba abhaptizwe?