Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

YINTONI NGOKWENENE EFUNDISWA YIBHAYIBHILE? (IZIKHOKELO ZOKUFUNDA)

Ukuphila Ngendlela Ekholisa UThixo (Inxalenye 3)

Kufuneka senze umgudu ukuze sikwazi ukuphila ngemigaqo kaThixo. Ngaba oko kuluncedo? Cinga ngoko kuthethwa yiBhayibhile.

Okungakumbi

Qhubeka Umthanda UThixo (Inxalenye 2)

Emva kokuba waze inyaniso ngoThixo, yintoni eza kukunceda uhlale umthanda uze usondele kuye?

Qhubeka Umthanda UThixo (Inxalenye 1)

Unokukwazi njani ukuhlala ungumhlobo kaYehova? Esi sikhokelo sokufunda sinokukunceda uhlole iinkolelo zakho uze ukwazi ukuzicacisa kwabanye.

Ubhaptizo Nolwalamano Lwakho NoThixo (Inxalenye 3)

Yintoni elindelekileyo kumKristu ozahlulele kuThixo? Kutheni amaKristu amthanda ngokunyanisekileyo uThixo eqinisekile ukuba anokuphila ngemithetho yakhe?