Esi sikhokelo sokufunda sisekelwe kwisahluko 18 sencwadi ethi, Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?

Kuthetha ukuthini ukubhaptizwa komKristu? Ngokutsho kweBhayibhile, yintoni elindelekileyo kumKristu ozinikele kuThixo?