Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IZIXHOBO ZOKUFUNDA IBHAYIBHILE

YINTONI NGOKWENENE EFUNDISWA YIBHAYIBHILE? (IZIKHOKELO ZOKUFUNDA)

Ubhaptizo Nolwalamano Lwakho NoThixo (Inxalenye 1)

Esi sikhokelo sokufunda sisekelwe kwisahluko 18 sencwadi ethi, Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?

Kutheni amaKristu kufuneka ebhaptiziwe? Yintoni efanele ikhuthaze amaKristu ukuba abhaptizwe? Hlola oko kuthethwa yiBhayibhile.

Okungakumbi

Ubhaptizo Nolwalamano Lwakho NoThixo (Inxalenye 3)

Yintoni elindelekileyo kumKristu ozahlulele kuThixo? Kutheni amaKristu amthanda ngokunyanisekileyo uThixo eqinisekile ukuba anokuphila ngemithetho yakhe?

Ubhaptizo Nolwalamano Lwakho NoThixo (Inxalenye 2)

Ngaphambi kokuba umKristu azinikele kuThixo zintoni ekufuneka azenze? Ukuzinikela komKristu kuThixo kwenza enze eziphi izigqibo emva kokuba ezinikele?

Sondela KuThixo Ngomthandazo (Inxalenye 2)

Funda oko kuthethwa yiBhayibhile ngendlela nexesha esinokuthandaza ngalo.