Esi sikhokelo sokufunda sisekelwe kwisahluko 19 sencwadi ethi, Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?

Kuthetha ukuthini ukuthanda uThixo? Yintoni ekhuthaza umKristu ukuba amthande?