Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Dating and Courtship

Ngaba Bubuhlobo Nje Okanye Luthando?—Inxalenye  1: Yintoni Ebangela Ukuba Ndizibuze?

Fumana amacebiso anokukunceda uqonde ukuba umntu okuthumelela umyalezo uthetha ukuthini na.

Ngaba Luthando Okanye Yintabatheko?

Funda ngoko kuthethwa yintabatheko nothando lokwenene.

Ngaba Ukuncwasa Ngumdlalo Nje?

Yintoni ukuncwasa kanye kanye? Kutheni abanye abantu beyenza loo nto? Ngaba bukho ubungozi?

Luyintoni Uthando Lokwenene?

Imigaqo yeBhayibhile inokuwanceda amaKristu ukuba akhethe amaqabane omtshato afanelekileyo aze aqhubeke ethandana nasemva kokuba etshatile.

Ngaba Ndikulungele Ukuthandana?

Cinga ngale mibuzo mine enokukunceda wazi enoba ukulungele na ukuthandana.

Ngaba Ndikulungele Ukutshata?

Ukuze ukwazi ukuwuphendula lo mbuzo, umele uzazi kakuhle. Ukuzihlola ngokunyanisekileyo kuya kukunceda.

Yintoni Endimele Ndiyilindele Emtshatweni?—Inxalenye 1

Ziziphi iingenelo kunye neengxaki onokuzilindela emtshatweni?

Yintoni Endimele Ndiyilindele Emtshatweni?—Inxalenye 2

Funda ngendlela onokuzilungiselela ngayo iingxaki engakhange uzicinge emtshatweni.

Ngaba Lo Mntu Undifanele?

Ungazivelela njani zonke iinkalo uze ubone ukuba lo mntu unjani kanye-kanye?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Anayo Imiyalelo Ngokuthandana?

Ngaba ukuthandana kukuzonwabisa nje okanye yinto engaphaya?

Ngaba Sifanele Sahlukane?—Inxalenye 1

Umtshato liqhina elifanele lihlale lihleli. Ngoko ke, ukuba unamathandabuzo ngalo mntu uthandana naye, musa ukungayihoyi loo nto!

Ngaba Sifanele Sahlukane?—(Inxalenye 2)

Akululanga ukwahlukana nomntu omthandayo. Umele uyenze njani loo nto? Uza kuvakalelwa njani emva koko?

Xa Nisahlukana

Unokuqhubeka njani nobomi emva kwentlungu yokwahlukana?