Impendulo esuka eBhayibhileni

UThixo wasebenzisa uMoses ukuba abhale iincwadi zokuqala ezintlanu zeBhayibhile: iGenesis, iEksodus, iLevitikus, iNumeri neDuteronomi. Kusenokwenzeka ukuba wabhala nencwadi kaYobhi neNdumiso 90. Kodwa uMoses ngomnye wabantu abangama-40 abasetyenziswa nguThixo ukuba babhale iBhayibhile.