Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

IZIFUNDO ENDIZIFUNDA EBHAYIBHILENI

Ndiyabona!

Nceda abantwana basixabise isipho sokubona.

Okungakumbi

Ixesha Lokudlala Okanye Ixesha Lokuzola

Le ngoma ingakunceda ufundise abantwana bakho abancinane ukuba kwiHolo yoBukumkani akubalekwa ibe akudlalwa.

AmaHebhere Amathathu

Nceda umntwana wakho aqonde ukuba kwakutheni ukuze uShadraki, uMeshaki, noAbhednego bangavumi ukuqubuda kumfanekiso kakumkani.

UYesu Olusana

Fundisa abantwana bakho ngokuzalwa kukaYesu.