Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMABALI EBHAYIBHILE ANEMIFANEKISO

IBALI LEBHAYIBHILE ELINEMIFANEKISO

URahabhi Uthobela Imiyalelo

URahabhi wasinda njani xa amaSirayeli eza kutshabalalisa isixeko saseYeriko? Funda eli bali leBhayibhile kwi-Intanethi okanye uziprintele lona.

Okungakumbi

UYehova Uyaxolela

UKumkani uManase wenza imilingo wakhonza noothixo bobuxoki waza wabulala nabantu abangenzanga nto. Kodwa uYehova wamxolela. Yintoni esiyifundayo apha ngokuxolela?

UYehova Unika USolomon Ubulumko

USolomon wayelumkile ngaphezu kwabo bonke ookumkani abasemhlabeni. Kwenzeka njani ukuba abe nobulumko? Ziziphi iimpazamo awazenzayo?

UNowa Unokholo KuThixo

Esalathiswa nguThixo, uNowa wakha umkhombe ukuze asindise intsapho yakhe kumkhukula. Yintoni onokuyifunda ngokholo kwibali likaNowa nomkhukula?