Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMAKHADI ABANTU ABASE­BHA­YI­BHI­LENI

Amakhadi Abantu AbaseBhayibhileni

UYoshuwa

Zikhuphelele eli khadi lomntu oseBhayibhileni uze ufunde ngoYoshuwa. Lisike, ulisonge uze uligcine.

Okungakumbi

Ikhadi LeBhayibhile LikaHana

UThixo wawuphendula umthandazo ongqalileyo.

Ikhadi LeBhayibhile LikaKumkani USawule

Ukuqala kukaSawule ukulawula njengokumkani wakwaSirayeli, wayethobekile.

Ikhadi LeBhayibhile LikaManowa

Wayenguyise womntu owomeleleyo owakha waphila.