Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMAKHADI ABANTU ABASE­BHA­YI­BHI­LENI

Amakhadi Abantu AbaseBhayibhileni

UPotifare

Zikhuphelele eli khadi lomntu oseBhayibhileni uze ufunde ngoPotifare, umYiputa owathenga ikhoboka elinguYosefu. Printa eli khadi, ulisike, ulisonge uze uligcine.

Okungakumbi

Ikhadi LeBhayibhile LikaHana

UThixo wawuphendula umthandazo ongqalileyo.

Ikhadi LeBhayibhile LikaKumkani USawule

Ukuqala kukaSawule ukulawula njengokumkani wakwaSirayeli, wayethobekile.

Ikhadi LeBhayibhile LikaManowa

Wayenguyise womntu owomeleleyo owakha waphila.