Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMAKHADI ABANTU ABASE­BHA­YI­BHI­LENI

AMAKHADI ABANTU ABASEBHAYIBHILENI

UKumkani USawule

Dawunlowuda eli khadi lomntu oseBhayibhileni uze ufunde ngoSawule owayekade ethobekile kodwa kamva waba ngukumkani onekratshi. Liprinte, ulisike, uligobe phakathi uze uligcine.

Okungakumbi

Ikhadi LeBhayibhile LikaHana

UThixo wawuphendula umthandazo ongqalileyo.

Ikhadi LeBhayibhile LikaManowa

Wayenguyise womntu owomeleleyo owakha waphila.

Ikhadi LeBhayibhile LikaGidiyon

Wayelumkile ekuqaleni kodwa wazingqina ekhaliphile.