Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO

AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO

Ukujongana Nengxaki Yokuba Nesithukuthezi

Iphepha elinokukunceda uqalise okanye uvuselele ubuhlobo neetshomi zakudala.

Okungakumbi

Ukuyisebenzisa Kakuhle Imali Yakho

Sebenzisa eli phepha unokubhala kulo ukuze ubone izinto ozidingayo nongazidingiyo nendlela ezingena ngayo kwibhajethi yakho.

Funa Umntu Oza Kufana Naye

Eli phepha unokubhala kulo lingakunceda umkhethe kakuhle umntu ofuna ukufana naye.

Unokukwazi Ukuzibamba

Eli phepha libhalelwe ukukunceda kwingxaki onayo yokuthi wonwabile uphinde uzibone ungonwabanga.