Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO

IPHEPHA ONOKUBHALA KULO

Kutheni Ndikholelwa KuThixo?

Sebenzisa eli phepha ukuze likuncede uqiniseke ngakumbi ukuba uMdali ukho.

Okungakumbi

Unokukwazi Ukuzibamba

Eli phepha libhalelwe ukukunceda kwingxaki onayo yokuthi wonwabile uphinde uzibone ungonwabanga.

Indlela Yokuphucula Imithandazo Yakho

Iphepha onokubhala kulo elikunceda uhlole izinto ozithandazelayo kuThixo.

Ukufaka Iifoto Kwi-intanethi Nendlela Odume Ngayo

Bona indlela onokulumka ngayo ngaphambi kokuba ufake iifoto kwi-intanethi.