I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

JULAYI 2, 2015
KUMZANTSI KOREA

Umgca Omde Wamabanjwa—Uza Kuphelela Phi?

Umgca Omde Wamabanjwa—Uza Kuphelela Phi?

Kule minyaka iyi-60 idlulileyo, uMzantsi Korea uye wagweba waza wavalela abafana abangaphezu kwe-18 000 ukuba bathothoze ngaphezu kweminyaka eyi-35 000 entolongweni ngenxa yokuba isazela sabo singabavumeli ukuba baye emkhosini. Zitshintsha njani iimbono ngalo mba kuMzantsi Korea? Ngaba liya kuze lifike ixesha apho ilungelo lokungavunyelwa sisazela liya kuze lihlonelwe kuMzantsi Korea? Ihlabathi liwujonga njani lo mba wokungavunyelwa sisazela? Le vidiyo ibonisa izizathu zokuba uMzantsi Korea ungakwazi ukwenza inkqubela kulo mba.