Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZOMTHETHO NAMALUNGELO ABANTU

KuMzantsi Korea

SEPTEMBA 8, 2017

Liyanda Inani Labantu Abalihlonelayo Ilungelo Lokungayi Emkhosini Ngenxa Yesazela KuMzantsi Korea

Nangona iNkundla yomgaqo-siseko ingekasenzi isigqibo okanye imise umthetho omtsha, uMzantsi Korea awusayijongi ngendlela ebikade eyijonga ngayo into yokungavumi kwabantu ukungayi emkhosini ngenxa yesazela.

JULAYI 7, 2015

Ngaba IiJaji ZaseMzantsi Korea Zikulungele Ukusebenzisa Imigaqo Yamanye Amazwe Yokuvumela Abantu Bangayi Emkhosini Ngenxa Yesazela?

INkundla yoMgaqo-siseko iza kuphinda ijonge isigqibo soMzantsi Korea sokungahloneli ilungelo labo bangayi emkhosini ngenxa yesazela. Abantu ehlabathini lonke basijonge ngamehlo abomvu isigwebo.