I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZOMTHETHO NAMALUNGELO ABANTU

EUzbekistan

APRILI 7, 2014

Ngaba Ziyaphucuka Iimeko ZamaNgqina KaYehova AseUzbekistan?

Abasemagunyeni baseUzbekistan babonakala bezimisele ekuhloneleni amalungelo abantu. AmaNgqina kaYehova elo anethemba lokuba oku kuthetha ukuba amabandla abo aza kubhaliswa ngokusemthethweni.