Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

EZOMTHETHO NAMALUNGELO ABANTU

ETurkey

JUNI 3, 2016

INkundla YaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu Iwisa Isigwebo Sokuba ITurkey Ifanele Ijonge IiHolo ZoBukumkani Njengeendawo Zokunqulela

Nangona amaNgqina kaYehova eye abhaliswa ngokusemthethweni, asenengxaki yokwakha nokuba iindawo zawo azikajongwa njengeendawo zokunqulela.

JUNI 11, 2014

INkundla YaseYurophu Yamalungelo Abantu Ithethelela AmaNgqina Amane AseTurkey

Esi sisigwebo sesithathu esinxamnye neTurkey yaye sibonisa ukuba iBhunga laseYurophu liyawakhusela amalungelo abantu abangafuniyo ukuya emkhosini ngenxa yezazela zabo.

MATSHI 17, 2014

ITurkey ayivumelani nemithetho yaseYurophu

Kutheni lo rhulumente engabafuni nje abantu abangavumiyo ukuya emkhosini ngenxa yezazela zabo, kutheni engalamkeli ilungelo labo lenkululeko yesazela?