I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

JANUWARI 23, 2015
ERASHIYA

INkundla Ephakamileyo YaseRashiya Iphelisa Ilungelo LamaNgqina Lokuba Ngumbutho Osemthethweni ESamara—Iza Kulandelisa Ngantoni?

INkundla Ephakamileyo YaseRashiya Iphelisa Ilungelo LamaNgqina Lokuba Ngumbutho Osemthethweni ESamara—Iza Kulandelisa Ngantoni?

NgoNovemba 12, 2014, iNkundla Ephakamileyo yaseRashiya yangqinelana nesigwebo senkundla encinci sokuvala umbutho osemthethweni wamaNgqina kaYehova eSamara, eRashiya. Kubaluleke ngantoni ukuvalwa kombutho osemthethweni wamaNgqina? Iza kuphumela entwenini yonke le nto kumaNgqina kaYehova aseRashiya?