I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

OKTOBHA 30, 2015
ERASHIYA

Amagqabaza Ngetyala Lokwaphul’ Umthetho KwamaNgqina KaYehova ETaganrog, ERashiya

Amagqabaza Ngetyala Lokwaphul’ Umthetho KwamaNgqina KaYehova ETaganrog, ERashiya

Esi sityholo sokwaphula umthetho ngamaNgqina kaYehova eTaganrog sesinye sezenzo zokuchasa unqulo ezandayo eRashiya. Ijaji ephethe eli tyala iza kuwisa isigwebo kungekudala. Ngaba iRashiya iza kuvalela abemi bayo ngenxa nje yokuthetha ngentlonelo ngeenkolelo zabo? Kumagqabaza evidiyo kaMnu. uGajus Glockentin, isithethi soMbutho WamaNgqina KaYehova eYurophu, ucela kuhlonelwe ubulungisa nenkululeko yonqulo.

 

Funda Okungakumbi

Yintoni Ayikholelwayo AmaNgqina KaYehova?

Fumana ushwankathelo lweenkolelo zethu ezisisiseko eziyi-15.

Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani?

Khawukhe ungene ngaphakathi.