Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

MEYI 5, 2014
EHLABATHINI LONKE

Oko Kuthethwa Ziingcali Zomthetho

Oko Kuthethwa Ziingcali Zomthetho

Iingcali zamalungelo abantu zithetha ngendlela ukungavumi kwabantu ukuya emkhosini ngenxa yezazela zabo, ekuye kwamkeleka ngayo njengelungelo labantu eYurophu.

  • UMnu. Nils Muiznieks yikomishoni YeBhunga LaseYurophu Lamalungelo Abantu, uthetha ngendlela amalungelo abantu ahlonelwa ngayo kwamanye amazwe.

  • UMnu. Richard Clayton ngummeli weBritani kwiKomishoni yaseVenice. Le komishoni eseYurophu inikela amacebiso ngeendlela zokusebenzisa umgaqo-siseko.

Bukela amagqabantshintshi olu dliwano-ndlebe.