Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

EHLABATHINI LONKE

AmaNgqina KaYehova Abanjelwe Ukholo Lwawo​—Ngokweengingqi

AmaNgqina KaYehova Abanjelwe Ukholo Lwawo​—Ngokweengingqi

AmaNgqina kaYehova abanjelwe ukholo lwawo—ukususela ngoOktobha 2017

ILIZWE

ABAVALELWEYO

ISIZATHU

E-Eritrea

55

  • Ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yesazela

  • Ukukhonza

  • Izizathu ezingachazwanga

 

EKazakhstan

1

  • Ukukhonza

 

ERashiya

1

  • Ukukhonza

 

ESingapore

9

  • Ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yesazela

 

KuMzantsi Korea

318

  • Ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yesazela

 

Tajikistan

1

  • Ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yesazela

 

ETurkmenistan

1

  • Ukukhonza

 

Xa Bebonke

386

 

IBhunga Lamazwe Ngamazwe Lamalungelo Ezopolitiko lithi, “amalungelo afana nelokucinga, elesazela nelokunqula” ngawona malungelo asisiseko ekufuneka ehlonitshiwe. * Kwamanye amazwe, xa amaNgqina kaYehova esebenzisa amalungelo awo asemthethweni aye avalelwe ezintolongweni aze aphathwe kakubi. Uninzi lwabavalelwayo ngabafana abangafuniyo ukuya emkhosini ngenxa yezazela. Amanye abanjwa kuba nje ekhonza.

^ isiqe. 32 Bona neSivumelwano SeMerika Samalungelo Abantu, iGatya 18 kunye neBhunga LaseYurophu Lamalungelo Abantu, iGatya 9.