I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

JUNI 15, 2015
EAZERBAIJAN

AmaNgqina KaYehova Athi Makuphele Nya Ukuvalelwa Ngokungekho Semthethweni EAzerbaijan

AmaNgqina KaYehova Athi Makuphele Nya Ukuvalelwa Ngokungekho Semthethweni EAzerbaijan

NgoFebruwari 17, 2015,abasemagunyeni eAzerbaijan abamba amabhinqa amabini angamaNgqina KaYehova ngenxa yokuba ethetha nabanye abantu ngeenkolelo zawo. Bavalelwe ngokungathi zizaphuli mthetho ezinobungozi. Mamela njengoko ummeli woMbutho WamaKristu AngamaNgqina KaYehova WaseYurophu echaza imeko abajamelene nayo.