NgoAprili 5, 2017, iNkundla Ephakamileyo iza kube ichophele ityala lokuvalwa kwamaNgqina KaYehova ERashiya. Ngaphambi koko, uVasiliy Kalin, ummeli wamaNgqina KaYehova kwiZiko Lolawulo eRashiya, wafak’ isicelo kwabasemagunyeni ukuba bayeke ukutshutshisa amaNgqina KaYehova. Oko wakuthethayo kwafakwa kujw-russia.org ngoMatshi 21, 2017.