UJ. R. Brown, isithethi samaNgqina kaYehova, uthetha ngeeNdibano zamaNgqina kaYehova zika-2013 ezithi ‘ILizwi LikaThixo Liyinyaniso!’ nesizathu sokuba kuthethwe kangaka ngazo.