IJW Library Sign Language entsha ikuvumela ukwazi ukuzikhuphelela uze udlale iividiyo zentetho yezandla ku-jw.org/xh. Ungade uzibukele nokuba awunayo i-intanethi. Le JW Library Sign Language inemifanekiso enemibala-bala, uyakwazi ukukhangela izinto ngokukhawuleza kuyo kwaye kulula ukuyisebenzisa. Ungazifumanela kwi-iPad®, i-iPhone® ne-iPod touch®, kunye neefowuni ezineAndroid™ 3.0, kwixesha elizayo iza kufumaneka nakwiWindows 8.