Kudliwano-ndlebe olwalusenziwa eNew York, uJohn Jubber, omela iofisi yesebe yamaNgqina kaYehova eZimbabwe, uthetha ngendlela eyabachaphazela ngayo abantu indibano yezizwe ngezizwe eyayibanjelwe eHarare ngoAgasti 2014.