Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

EChile

MEYI 15, 2015

AmaNgqina Alungiselelela Ukuya Kunceda Amaxhoba Ezikhukula EChile

Kungekudala emva kwezikhukula nodaka oluninzi olwehla ezintabeni eChile, amaNgqina kaYehova akwidolophu yaseCopiapó aseka ikomiti yokunceda ngexesha lentlekele.

MEYI 2, 2014

Umlilo Owatshisa EValparaíso EChile

Umlilo oye watshisa isixeko saseValparaíso, eChile. AmaNgqina kaYehova akhawuleza aseka ikomiti yokunceda ngexesha lentlekele ukuze kuncedwe abantu abachaphazelekileyo.